2 Chronicles 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Isibili salo besibububanzi besandla, nompeto walo ubunjengesetyenzwa lompeto wendebe, njeng entyatyambo yenyibiba; ukubamba kwalo lwabamba ibate ezingamawaka matatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ubungqingqwa balo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; lwaye lungena iibhate ezimawaka mathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubungqingqwa balo bebungangobubanzi besandla; udini lwalo belwenziwe lwanjengodini lwendebe, lwaneentyantyambo zeenyibiba; bathabatha, bagcina amawaka amathathu eeemele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ububanzi balo babulingana nesandla, umphetho walo ufana nowekomityi, kanye oku kwenyibiba edubulayo. Lwalungena iilitha ezingamawaka angamashumi amathandathu.