2 Chronicles 5:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati, bakupuma abaperisite kweyingcwele indawo: (ngokuba bonke abaperisite abebeko bebezingcwalisile, bengalindi oko ngezahlulo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ekuphumeni kwababingeleli engcweleni (ngokuba bonke ababingeleli abafumanekayo babezingcwalisile; akaba nakugcinwa amaqela;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuphumeni kwababingeleli engcweleni, ngokuba bonke ababingeleli abafumanekayo babengcwalisiwe, àbalindanga ngelo xesha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku ababingeleli abo baphuma apho endaweni engcwele. Bonke ababingeleli ababelapho – nditsho abeendidi zonke – babezihlambulule.