2 Chronicles 6:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna kodwa ndikwakele indlu yokuhlala, kwa indawo yokuhlala kwako kude kube ngunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke ndikwakhele indlu yokuhlala, indawo yokuba uhlale ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke ndikwakhele indlu, nesakhiwo, kude kuse ephakadeni;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ke mna ndikwakhele ipomakazi lendlu, indawo oya kuhlala kuyo kude kube ngonaphakade.”