2 Chronicles 6:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa uyehova wati ku‐Davide ubawo: Okokuba bekusentliziyweni yako ukwakela igama lam indlu, ulungisile ukuba bekusentliziyweni yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uYehova kuDavide ubawo, Ngenxa enokuba kwakukho entliziyweni yakho ukuthi ulakhele indlu igama lam, walungisa ngokuthi kubekho entliziyweni yakho oko;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uYehova kuDavide ubawo, Ngenxa enokuba kwakukho entliziyweni yakho ukuthi ulakhele indlu igama lam, walungisa, ngokuba bekusentliziyweni yakho oko.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke uNdikhoyo wathi kubawo uDavide: ‘Ibe yinto entle ukuba uzimisele ukulakhela indlu igama lam.