2 Chronicles 7:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA uyehova wabonakala ku‐Solomone ebusuku, wati kuye: Ndivile umtandazo wako, ndandizinyulele lendawo ibe yindlu yemibingo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabonakala uYehova kuSolomon ebusuku, wathi kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho; ndizinyulele le ndawo ukuba ibe yindlu yokubingelela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wabonakala kuSolomon ebusuku, wathi kuye, Ndikuvile ukuthandaza kwakho;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
suka uNdikhoyo wabonakala kuye ebusuku, wathi: “Ndiwuvile umthandazo wakho, ngoko ke le ndawo ndizinyulele yona ukuba ibe yindlu yam yamadini.