2 Chronicles 7:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kaloku ndiyinyulile ndayenza ngcwele indlu le, ukuba igama lam libeko kona kude kube ngunapakade; kwakuya kubako kona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngoku ndiyinyule, ndayingcwalisa le ndlu, ukuba libe kuyo igama lam kude kuse ephakadeni, abe khona amehlo am nentliziyo yam imihla yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngoku ndiyinyule le ndlu ndaza ndayingcwalisa, ukuze igama lam libe kuyo ukusa kwixesha elingenammiselo, namehlo am nentliziyo yam iya kusoloko ikuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Le ndlu ndiyinyule ndayingcwalisa ukuze igama lam lihlale apha kuyo ngonaphakade. Intliziyo yam namehlo am ohla ekule ndawo.