2 Chronicles 7:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bakohlwa abaperisite ukungena endlwini kayehova, ngokuba ubungcwalisa bukayehova bebuzalisile indlu kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ababingeleli ababa nakungena endlwini kaYehova, ngokuba ubuqaqawuli bukaYehova bayizalisa indlu kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ababingeleli ababa nakungena endlwini kaYehova, ngokuba ubuqaqawuli bukaYehova babuzele endlwini kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ababingeleli zange babe saba nako ukungena apho endlwini kaNdikhoyo, kuba kaloku ubukhazikhazi bukaNdikhoyo babuyizalisile.