2 Chronicles 7:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
kwakuya kutiwa: Ngenxa yokuba bamshiya uyehova, utixo woyise babo, owabapumisayo elizweni le‐Jipete, nokuba babambelela kotixo bambi, batoba pambi kwabo, babakonza: kungoko azisileyo pezu kwabo bonke obububi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bathi ke, Kungenxa enokuba bamshiyayo uYehova uThixo wooyise, owabakhupha ezweni lamaYiputa, babambelela thixweni bambi, babanqula, bakhonza bona; kungenxa yoko wabuzisayo bonke obu bubi phezu kwabo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthi ke kuthi, Kuthiwe, Kungenxa enokuba babuyayo kuYehova uThixo wooyise, owabakhuphayo ezweni laseYiputa, bathabatha oothixo bolunye uhlanga, babanqula, babakhonza; ke ngoko wabazisela yonke le ntlekele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bophendula ke abantu bathi: ‘Kungenxa yokuba aba bantu besuke bamfulathela uNdikhoyo uThixo wooyise, lowo wabakhupha eJiputa. Basuke baqhogana nathixo bambi, bababusa babanqula. Kungenxa yeso sizathu ke ebathobele esi sithwakumbe nje.’ ”