2 Chronicles 9:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
zema kona nengonyama zilishumi linambini ngelicala nangeliya pezu kwazo izinyukelo zitandatu: akwenziwanga enjalo kobunye ubukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kumi iingonyama ezilishumi elinambini khona ezinyukweni ezithandathu, ngapha nangapha; akuzanga kwenziwe nto injalo ezikumkanini zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwakukho iingonyama ezilishumi elinambini khona ezinyukweni ezithandathu, ngapha nangapha; Akukho nto injengaleyo yenziweyo kuye nawuphi na urhulumente.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuloo manqwanqwa okunyuka amathandathu kwakumi iingonyama ezilishumi elinambini, zingambini ziphahle inqwanqwa ngalinye. Enjalo yona into yayingazange yenziwa nakubuphi na ubukumkani.