2 Chronicles 9:23 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako bonke okumkani bomhlaba babefuna ubuso buka‐Solomone, ukuze babuve ubulumko bake, obo wabubeka utixo entliziyweni yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bonke ookumkani bomhlaba bafuna ubuso bukaSolomon, ukuba beve ubulumko bakhe, awayebubeke entliziyweni yakhe uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bonke ookumkani behlabathi bafuna ukubona ubuso bukaSolomon, ukuba beve ubulumko bakhe, awayebunike entliziyweni yakhe uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Bonke ookumkani bamazwe babefuna amacebo kuSolomon ukuze beve ubulumko abunikwe nguThixo.