2 Corinthians 11:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa oko ndikwenzayo, kwa kona ndiya kukwenza, ukuze ndibanqamle ituba abo bafuna ituba; ukuze bati entweni baqa̔yisa ngayo, bafunyanwe bekwa njengati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Endikwenzayo ke ndiya kukwenza, ukuze ndibahluthe ithuba lokujinda abafuna ithuba; ukuze entweni abaqhayisa ngayo, bafunyanwe bekwanjengathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Endikwenzayo ke ndiya kukwenza, ukuze ndibahluthe ithuba lokujinda abafuna ithuba; ukuze entweni abaqhayisela ngayo, bafunyanwe bekwanjengathi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiya kuqhubela phambili ndisenza le nto ndiyenzayo, ukuze ndibavalele abo bathunywa babo bangabi nandlela yakuqhayisa, besithi benza kwalo msebenzi ndiwenzayo.