2 Corinthians 11:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Asi yinto yokutelwa nqa kanjalo: ngokuba kwa yena u‐Satane ezenza ngakumbi abe nesimilo sengelosi yokukanya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke akummangaliso oko, kuba noSathana ngokwakhe uzimilisa okwesithunywa sokukhanya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke akummangaliso oko; kuba noSathana ngokwakhe uzimilisa okwesithunywa sokukhanya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ayimangalisi loo nto, kuba noSathana ngokwakhe uzenza akhangeleke ngathi sisithunywa sokukhanya.