2 Corinthians 11:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nditi kanjako: Makungabiko mntu oba ndisisidenge; kodwa ukuba noba ndinjalo, ndamkeleni ke noko kwa njengesidenge, ukuze ndike nditi nam ndiqa̔yise kancinane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndibuya ndithi, Makungabikho mntu uba ndingoswele ukuqonda; okanye ke kambe, ndamkeleni njengoswele ukuqonda, ukuze ke ndiqhayise kancinane nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndibuya ndithi, Makungabikho mntu uba ndingoswele ukuqonda; okanye ke kambe, ndamkeleni njengoswele ukuqonda, ukuze ke ndiqhayise kancinane nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona ndithi makungabikho bani uba ndisisidenge. Kodwa ukuba nithi ndisisidenge, ze nindinyamezele ke njengesidenge, oku kokuba ndifumane ithutyana lokuqhayisa.