2 Corinthians 11:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ekubeni abaninzi baqa̔yisayo ngokwenyama, ndiya kuqa̔yisa nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekubeni bebaninzi ke abaqhayisa ngokwenyama, ndoqhayisa nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekubeni bebaninzi ke abaqhayisa ngokwenyama, ndoqhayisa nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ngenxa yokuba bebaninzi kangaka nje abaqhayisa ngamabakala eli hlabathi, nam ndiya kwenjenjalo.