2 Corinthians 11:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ninyamezela izidenge ngokuvuya, nina nizizilumko nje.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba niyabanyamezela ngovuyo abaswele ukuqonda, niziingqondi nje nina.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku niyabanyamezela ngovuyo abaswele ukuqonda, niziingqondi nje nina.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nakuba nina nilumke kangaka nje niyakuthakazelela kodwa ukunyamezela izidenge!