2 Corinthians 11:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndinobukwele pezu kwenu ngobukwele bukatixo: ngokuba ndinendisele kwindoda inye, ukunimisela ku‐Kristu njeng entombi ipela ecokisekileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele likaThixo; kuba ndanendisa ndodeni-nye, ukuze ndinimise phambi koKristu niyintombi enyulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiyanikhweletela ngekhwele likaThixo; kuba ndanendisa ndodeni-nye, ukuze ndinimise phambi koKristu niyintombi enyulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndinekhwele ngani kanye ngale ndlela uThixo anekhwele ngayo ngani; ninjengentombi enyulu endiyendisela esokeni elinye qha, elinguKrestu.