2 Corinthians 11:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ninyamezela, akuti umntu anifake ebukobokeni, akuti umntu anidle, akuti umntu anibambe, akuti umntu azipakamise, akuti umntu anibete ebusweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kaloku niyanyamezela, ukuba umntu unenza amakhoboka, ukuba umntu uyanidla, ukuba umntu uyanibambisa, ukuba umntu uyaziphakamisa, ukuba umntu uyanibetha ebusweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba niyanyamezela, ukuba umntu unenza amakhoboka, ukuba umntu uyanidla, ukuba umntu uyanibambisa, ukuba umntu uyaziphakamisa, ukuba umntu uyanibetha ebusweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ninyamezela nabani na onivuyelelayo, okanye onixhaphazayo, okanye ozanyiselelayo, okanye onijongele phantsi, okanye oniqhwabayo.