2 Corinthians 11:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nditsho ngokwendeleko, njengokungati sibe sibutataka tina. Kodwa into asukuba umntu enokukalipa ngayo, (ndiyateta ngobudenge,) ndinokukalipa kwa nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndithi, ndizihlaza, ngathi sasiswele amandla thina.Entweni ke asukuba umntu enobuganga (ndithetha ndinokuswela ukuqonda), ndinobuganga nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndithetha ngengcikivo, ngathi siswele amandla thina. Entweni ke asukuba umntu enobuganga (ndithetha ndinokuswela ukuqonda), ndinobuganga nam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndineentloni ukuyivuma loo nto; kambe mna ndaba ligwala! Kodwa ke ukuba kukho bani onobuganga bokuqhayisa – ndivakala njengesidenge – nam ndiya kuba nobuganga obukwanjalo.