2 Corinthians 11:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bangama‐Hebere na? ndinjalo nam. Bangama‐Sirayeli na? ndinjalo nam. Bayinzalo ka‐Abrahame na? ndinjalo nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
BangamaHebhere na? Ndinguye nam. BangamaSirayeli na?Ndinguye nam. Bayimbewu ka-Abraham na? Ndiyiyo nam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
BangamaHebhere na? Ndinguye nam. BangamaSirayeli na? nam ndinjalo. Bayimbewu ka-Abraham na? nam kunjalo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba bangamaHebhere na? Nam ndinguye. BangamaSirayeli? Nam ndinguye. Ngaba bayinzala ka-Abraham na? Nam ndiyiyo.