2 Corinthians 11:29 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngubanina obutataka, ndize ndingabi butataka na mna? Ngubanina oxakaniswayo, ndize ndingatshi na kwa mna?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngubani na okha aswele amandla, ndingasweli mandla nam?Ngubani na okha akhutyekiswe, ndingatshiseki mna?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngubani na okha aswele amandla, ndingasweli mandla nam? Ngubani na okha akhutyekiswe, ndingatshi?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kukho obuthathaka, nam ndiba buthathaka; ukuba kukho owe esonweni, ndiyakhathazeka.