2 Corinthians 11:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba ndifanele ukuqa̔yisa, ndiya kuqa̔yisa ngezinto zobulwelwe bam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba ndimelwe kukuqhayisa, ndoqhayisa ngezinto zokuswela amandla kwam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba ndimelwe kukuqhayisa, ndoqhayisa ngezinto zokuswela amandla kwam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Xa kuyimfuneko ukuba ndiqhayise, ndiya kuqhayisa ngezo zinto zibonakalisa ubuthathaka bam.