2 Corinthians 11:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba nditelekelelisa ukuba andincipekile nganye into kubo abobapostile abagqitisileyo ngobukulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndiba andisilele nganto kwabona bapostile baziincamisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndiba andisilele nganto kwabona bapostile baziincamisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akukho nto ndisilela ngayo kwabo bathunywa benu baxabisekileyo!