2 Corinthians 11:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa nokuba ndingongenabuciko ekuteteni, andinjalo ekwazini; koko kuko konke sibonakalisiwe kuni ezintweni zonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Nakuba ke ndiliyilo ngentetho, andinjalo ngokwazi;sabonakala kuni phakathi kwabo bonke ngeendawo zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nakuba ke ndiliyilo ngentetho, andinjalo ngokwazi; sabonakalaliswa kuni ngeendawo zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungenzeka ukuba andilociko ekuthetheni, kodwa ke ndinalo lona ulwazi. Iye yacaca le nto kuni amaxesha ngamaxesha naphantsi kweemeko ngeemeko.