2 Corinthians 12:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nali ixesha lesitatu sendihlalela ukuza kuni; ndaye ndingayi kuba ngumtwalo kuni: ngokuba ndingafuni izinto zenu, koko ndifuna nina: ngokuba abantwana bengafaneli ukubekelela oyise, koko oyise befanele ukubekel ela abantwana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabonani, sendilungele ukuza kuni okwesithathu; ndaye ndingayi kuba mthwalo kuni; kuba andifuni zinto zenu, ndifuna nina. Kuba asingabantwana abafanele ukuqwebela abazali, ngabazali abafanele ukuqwebela abantwana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, sendilungele ukuza kuni okwesithathu; ndaye ndingayi kuba mthwalo kuni; kuba andifuni zinto zenu, ndifuna nina; kuba asingabantwana abafanele ukuqwebela abazali, ngabazali abafanele ukuqwebela abantwana.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku sesesithathu isihlandlo ndikulungele ukuza kunibona; ndaye ndingazi kuba ngumthwalo konke kuni. Ndixabise nina kunemali yenu. Andibi kanene ngabazali abondla abantwana, ayingobantwana abondla abazali!