2 Corinthians 12:15 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Mna kanti ndiya kuvuya kakulu ukugqibela nokugqityelwa ngenxa yemipefumlo yenu; nakuba nditi, ndakutanda nina kakulu ngakumbi, nditandwe kancinane ngakumbi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Mna ke, kuya kuba mnandi kakhulu ukuba ndichithe, ndidleke kuphele, ngenxa yemiphefumlo yenu; nakuba okukhona ndinithandayo kakhulu, kokukhona ndithandwa kancinane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Mna ke, kuya kuba mnandi kakhulu ukuba ndichithe, ndidleke kuphele, ngenxa yemiphefumlo yenu; nakuba okukhona ndinithanda kakhulu, kokukhona ndithandwa kancinane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungamnandi kakhulu kum ukuba mna ndinokudleka, ewe, ndichithe konke endinako ngenxa yenu. Ndinithanda kangaka nje mna, ngaba nina nindithanda kancinane?