2 Corinthians 12:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Niba na kanjako siyazitetelela kuni? Siyateta ebusweni bukatixo ku‐Kristu: kodwa zonke izinto, bazalwana! siyazenz ela ukumiswa kwenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Niyawaseniba siyaziphendulela kusini na kuni? Sithetha phambi kukaThixo, sikuKristu; sizithetha zonke ke izinto ezo, zintanda, ngenxa yokwakheka kwenu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Niyawaseniba siyaziphendulela kusini na kuni? sithetha phambi kukaThixo, sikuKristu; sisuke senze izinto zonke, zintanda, ngenxa yokwakheka kwenu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kungenzeka kambe ukuba ngalo lonke eli xesha niba ndiyazithethelela kuni. Hayi, ndithetha phambi koThixo, ndingokaKrestu, yaye nenjongo yam ikukuba nakheke, zihlobo zam ezithandekayo.