2 Corinthians 12:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngaye onjalo ndiya kuqa̔yisa; kodwa ngam isiqu sam andiyi kuqa̔yisa, kupela ezilwelweni zam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Onjalo ke ndiya kuqhayisa ngaye, kodwa andiyi kuqhayisa ngokwam nganto ikum; ingaba kungokuswela kwam amandla kodwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Onjalo ke ndiya kuqhayisa ngaye, kodwa andiyi kuqhayisa ngokwam nganto ikum; ingaba kungokuswela kwam amandla kodwa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nguloo mfo ke lo ndiza kuqhayisa ngaye. Mna andizi kuzingca nganto ngaphandle nje kwezo zibonakalisa ubuthathaka bam.