2 Corinthians 12:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo ukuze ndingazipakamisi ngokugqitileyo ngabo ubungangamsha bezityilo ezo, kwanikwa kum ameva enyameni yam, ingelosi ka‐Satane ukuba indintliteke, ukuze ndingazipakamisi ngokugqitileyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ukuze ndingaziphakamisi ngokungaphezulu ngenxa yezityhilelo eziyincamisa, ndanikwa uviko enyameni, isithunywa sikaSathana, ukuze sindintlithe, ukuze ndingaziphakamisi ngokungaphezulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi, ukuze ndingaziphakamisi ngokungaphezulu ngenxa yezityhilelo eziyincamisa, ndanikwa uviko enyameni, isithunywa sikaSathana, ukuze sindintlithe, ukuze ndingaziphakamisi ngokungaphezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, ukuze ndingakhukhumali likratshi ngenxa yezi zityhilelo zimangalisayo, ndabethwa ngesifo esaba sisithunywa sikaSathana ukuze sindintlithe ndingazingci ngokugqithisileyo.