2 Corinthians 12:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kum: Ufefe lwam lwanele wena; ngokuba amandla am efezekiswa ebutatakeni. Ngokuvuya kakulu ngoko ndiya kuti ngokukumbi ndiqa̔yise ezilwelweni zam, ukuze amandla ka‐Kristu ahlale pezu kwam
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ithe yona kum, Ubabalo lwam lukwanele; kuba amandla am azalisekiswa ekuswelekeni kwamandla. Ngoko kokukhona sendiya kuqhayisa kamnandi kakhulu ngokuswela kwam amandla, ukuze ahlale phezu kwam amandla kaKristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ithe yona kum, Ubabalo lwam lukwanele; kuba amandla am azalisekiswa ekuswelekeni kwamandla. Ngoko ke sendiya kuqhayisa kamnandi kakhulu ngokuswela kwam amandla, ukuze ahlale phezu kwam amandla kaKristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa yandiphendula yathi: “Ubabalo lwam lukwanele, kuba amandla am acaca xa ubuthathaka.” Ngoko ke ndikhetha ukuqhayisa ngezinto ezibonakalisa ubuthathaka bam, ukuze ndikuve ukongama kwamandla kaKrestu phezu kwam.