2 Corinthians 13:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
LIXESHA lesitatu eli endiza kuni. Ngomlomo wamanqi̔na amabini umhlaumbi amatatu onke amazwi aya kumiswa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oku kokwesithathu ndisiza kuni. Onke amazwi aya kumiswa ngomlomo wamangqina amabini, nokuba mathathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Eli liza kuba lixesha lesithathu ndisiza kuni. Onke amazwi aya kumiswa ngomlomo wamangqina amabini, nokuba mathathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Eli liza kuba lixesha lesithathu ndinityelela. “Nasiphi na isityholo kufuneka simiswe ngamangqina amabini okanye amathathu,” njengoko zisitsho *iziBhalo.