2 Corinthians 13:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngenxa yoku ndiyaba̔la ezizinto ndingeko nje, ukuze nditi, nxa ndikoyo, ndingenzi ngobukali, njengokwegunya endanikwa lona yinkosi, libe lelokumisa, lingabi lelokuci̔ta.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa yoko ndibhala ezi zinto ndingekho, ukuze ndingathi, ndakuba ndikho, ndenze kabukhali ngokwegunya, endalinikwa yiNkosi ukuba libe lelokwakha, lingabi lelokuchitha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngenxa yoko ndibhala ezi zinto ndingekho, ukuze ndingathi, ndakuba ndikho, ndenze kabukhali ngokwegunya, endalinikwa yiNkosi ukuba libe lelokwakha, lingabi lelokuchitha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yiyo le nto ndibhala ngoku ndingekezi apho kuni. Ndenzela ukuba ze ndithi ndakufika apho ndinganiphathi gadalala, ndisebenzisa igunya endalinikwa yiNkosi – igunya lokunakha, ingelilo elokuniwisa.