2 Corinthians 13:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Okuseleyo, bazalwana! vuyani, yibani nizalisekile, yibani nisonwatyiswa, yibani nokuvumelana, yibani noxolo; waeya kuti utixo wotando noxolo abeko nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Elokugqiba, bazalwana, ndithi, Vuyani, zilungiseni nigqibelele, thuthuzelekani, cingani nto-nye, zolani; wothi ke uThixo wothando noxolo abe nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Elokugqiba, bazalwana, ndithi, Hambani kakuhle. Yibani ngabafezekileyo, thuthuzelekani, cingani nto-nye, hlalani ngoxolo; waye uThixo wothando noxolo uya kuba nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ekugqibeleni ke, mawethu, ndithi salani kakuhle. Zamelani ukuba ningabi nampazamo; zigqaleni iziyalo; visisanani, nihlale ngoxolo. Ngoko ke uThixo wothando noxolo uya kuba nani.