2 Corinthians 13:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sivuya, sakuba tina sibutataka, nani ninamandla: kanjalo oku nako siyakunqwena, kwa inzaliseko yenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyavuya, xa sukuba singenamandla thina, nibe nina ninamandla; sithandazela nokuthandazela oku ke, ukuba nigqibelele ukulunga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba siyavuya, xa sukuba singenamandla thina, nibe nina ninamandla;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiyavuya mna xa ndibuthathaka nibe ke nina nomelele. Ngoko ke ndithandazela ukuba ningabi nampazamo.