2 Corinthians 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ukuze singalunyukiswa ngu‐Satane: ngokuba amaqinga ake singenakungawazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ukuze singabonelelwa nguye uSathana; kuba amaqhinga akhe siyawazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
hleze asidleke uSathana, kuba amaqhinga akhe siyawazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Masingavumi ukuqhathwa nguSathana. Siwazi kakuhle kaloku amaqhinga akhe.