2 Corinthians 2:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba silivumba elimnandi lika‐Kristu kuye utixo, pakati kwabo basindiswayo, napakati kwabo babubayo:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba kuye uThixo silivumba elimnandi likaKristu, phakathi kwabasindiswayo naphakathi kwabatshabalalayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kuye uThixo silivumba elimnandi likaKristu, phakathi kwabasindiswayo naphakathi kwabatshabalalayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Sinjengesiqhumiso thina esinevumba elimnandi, uKrestu asiqhumisela uThixo, ukuze sinwenwe phakathi kwabasindiswayo nâbo baya kwantshabalalo.