2 Corinthians 2:4 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndiselubandezelweni olukulu nasebunzimeni bentliziyo ndaba̔la kuni ngenyembezi ezininzi; bekungekukuba nenzwe lusizi, bekukukuba nilwazi olotando endinalo kakulu ngakumbi ke ngakuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ndanibhalela ekubandezelekeni nasekuxinezelekeni okukhulu kwentliziyo yam, ndineenyembezi ezininzi; ndingenzeli ukuze nenziwe buhlungu, ndisenzela ukuze nilwazi uthando endinithanda ngalo ngokugqithiseleyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndanibhalela ekubandezelekeni nasekuxinezelekeni okukhulu kwentliziyo yam, ndineenyembezi ezininzi; ndingenzeli ukuze nenziwe buhlungu, ndisenzela ukuze nilwazi uthando endinithanda ngalo ngokugqithiseleyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndanibhalela ndinexhala, ndibuhlungu, ndisezinyembezini, phofu ndingajonge ukunivisa ntw' imbi, koko ndandifuna niyiqonde kakuhle indlela endinithanda ngayo.