2 Corinthians 2:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba umntu wenzile usizi, akandenzelanga usizi mna, koko ngokwenxenye (ukuze ndingabeki kuye into esindayo) enenzele lona nina nonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba ubani wenze kwabuhlungu, akenze kwabuhlungu mna, wenze ngenxenye nina nonke; nditsho ukuze ndingamcinezeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ubani wenze kwabuhlungu, akenze kwabuhlungu mna, wenze ngenxenye nina nonke;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ke kukho bani ukhathaze omnye, loo mntu akakhathazanga mna ndedwa, ngenye indlela unikhathazile nani.