2 Corinthians 2:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ndaba̔lela kwa oku kanjalo, ukuze ndikwazi ukulingwa kwenu, ukuba nipulapula ezintweni zonke na.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kuba ndabhalela kona oku, ukuze ndikwazi ukucikideka kwenu, ukuba ningabevayo na ezintweni zonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ndabhalela kona oku, ukuze ndikwazi ukucikideka kwenu, ukuba ningábevayo na ezintweni zonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndanibhalela laa leta kanye ngenxa yesi sizathu: ndandifuna ukunivavanya, ndiqonde ukuba niza kusithobela na isiyalo sam.