2 Corinthians 3:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Siyaqala kanjako ukuzazisa na? siyaswela kusinina, njeng abanye abatile, incwadi zokwazisa zisiza kuni, umhlaumbi incwadi zokwazisa zivela kuni?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Xa sitshoyo, singaba siyawaqala siziyaleze na? Okanye sifuna, njengabathile, kusini na, iincwadi zokuyalezwa kuni, nokuba zezokuyalezwa nini?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Xa sitshoyo, singaba siyawaqala siziyaleze na? Okanye sifuna, njengabathile, kusini na, iincwadi zokuyalezwa kuni, nokuba zezokuyalezwa nini?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba ndiyawazincoma? Ngaba nam ndikwanjengabantu abathile, ndifuna iincwadi zokuzazisa ezivela okanye eziya kuni?