2 Corinthians 3:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oko kutshatyalaliswayo ukuba bekunobungcwalisa, kukakulu ngakumbi oko kuhlalayo kusebungcwaliseni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba xa oko bekuza kubhanga kunobuqaqawuli, kokukhona oku kuhleliyo kunobuqaqawuli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba xa oko bekuza kubhanga kunobuqaqawuli, kokukhona oku kuhleliyo kunobuqaqawuli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku, ukuba nento yexeshana le yaba nesithozela, ibeka phi ke yona into ehlala ihleli!