2 Corinthians 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba isikonzo sokugweba ukuba sibungcwalisa, siti isikonzo sobulungisa kakulu ngakumbi sigqitise ngokuba sebungcwaliseni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba, ukuba ulungiselelo olugwebayo lunobuqaqawuli, kokukhona luya kugqithisela ngobuqaqawuli ulungiselelo lobulungisa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, ukuba ulungiselelo olugwebayo lunobuqaqawuli, kokukhona luya kugqithisela ngobuqaqawuli ulungiselelo lobulungisa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba ulungiselelo olubagwebayo abantu lwaluqaqambile, ngaba lubeka phi ke ukuqaqamba ulungiselelo olubenza msulwa abantu!