2 Corinthians 4:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba tina sihleliyo kufuti sinikelwa ekufeni ngenxa ka‐Yesu, ukuze ubomi buka‐Yesu nabo bubonakaliswe enyameni yetu enokufa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba thina badla ubomi simana sinikelwa ekufeni ngenxa kaYesu, ukuze nobomi bukaYesu bubonakalaliselwe enyameni yethu enokufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba thina badla ubomi simana sinikelwa ekufeni ngenxa kaYesu, ukuze nobomi bukaYesu bubonakalaliselwe enyameni yethu enokufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ewe, ngalo lonke ixesha sisoloko sisesichengeni sokufa ngenxa kaYesu, khon' ukuze ukudla kwakhe ubomi kubonakale ngathi bantu bafayo.