2 Corinthians 4:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwa njalo ke ukufa kuyasebenza kuti, kodwa ubomi kuni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko ke kusebenza ukufa kuthi, ke kuni kusebenza ubomi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko ke kusebenza ukufa kuthi, ke kuni kusebenza ubomi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke, kuthi kusebenza ukufa, kodwa kuni kusebenza ubomi.