2 Corinthians 4:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
sisazi nje ukuba lowo wavusayo inkosi u‐Yesu uya kuti tina nati asivuse ngaye u‐Yesu, asimise kunye nani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
sisazi ukuba lowo wayivusayo iNkosi uYesu, uya kusivusa nathi ngoYesu, asimise phambi kwakhe, ndawonye nani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
sisazi ukuba lowo wayivusayo iNkosi uYesu, uya kusivusa nathi ngoYesu, asimise phambi kwakhe, ndawonye nani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku siyazi ukuba uThixo owayivusayo iNkosi uYesu ekufeni, nathi uya kusivusa kunye noYesu, asise apho akhoyo, kunye nani.