2 Corinthians 4:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nxa singagqali izinto ezibonwayo, koko sigqala izinto ezingabonwayo; ngokuba izinto ezibonwayo zezomzuzu kodwa, kanti izinto ezingabonwayo zingunapakade.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
sakubon ukuba asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo. Kuba ezibonwayo zezomzuzwana, ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku thina asixuneli ezintweni ezibonwayo, sixunela kwezingabonwayo; kuba ezibonwayo zezexeshana; ke zona ezingabonwayo zezonaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke asilangazeleli zinto zibonwayo, silangazelela ezingabonwayo. Kaloku ezibonwayo izinto zezexeshana nje, kanti ezingabonakaliyo ziya kuhlala zihleli.