2 Corinthians 4:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba singazishumayeli tina, koko sishumayela u‐Kristu Yesu ukuba u yinkosi; nati tina ukuba sizizicaka zenu ngenxa ka‐Yesu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba asizivakalisi thina, sivakalisa uKristu Yesu ukuba uyiNkosi; sibe ke thina sizivakalisa ukuba singabakhonzi benu ngenxa kaYesu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku asizishumayeli thina, sivakalisa uKrestu Yesu ukuba uyiNkosi; sibe ke thina singabakhonzi benu ngenxa kaYesu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kakade asishumayeli thina ziqu; sishumayela ukuba uKrestu yiNkosi; thina ke sizizicaka zenu ngenxa yakhe.