2 Corinthians 4:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokokuba ngutixo, owaxela ukuba ukukanya kukanye kupuma ebumnyameni, owakanyayo ezintliziyweni zetu kuze kube kukukanyisa kwokwaziwa kwobungcwalisa bukatixo ebusweni buka‐Yesu Kristu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba nguThixo, yena wathi ukhanyiso malukhanye ebumnyameni, okhanyisele iintliziyo zethu, ukuze kukhanye ukwaziwa kobuqaqawuli bukaThixo ebusweni bukaYesu Kristu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UThixo owathi: “Makuvele ukukhanya ebumnyameni,” usekwanguye okhanyisela iingqondo zethu, etyhila ukwaziwa kobume bakhe obubonakala kuKrestu siqu.