2 Corinthians 4:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa sinayo indyebo le ezimpahleni zodongwe, ukuze ubungangamsha bamandla bube bo bukatixo, bungabi bobakuti ke:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze incamisa yamandla ibe yekaThixo, ingaphumi kuthi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke obu butyebi sibuphethe ngezitya zodongwe, ukuze kucace ukuba amandla ancamisayo ngakaThixo, akangowethu.