2 Corinthians 5:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba sisazi ukuba siti, xeshekweni indlu yetu yasemhlabeni yolupahla ici̔twayo, sinaso isakiwo sivela kutixo, indlu ingenziwanga ngezandla, ingunapakade, ezulwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba siyazi ukuba, xa ithe yachithwa indlu yethu esemhlabeni, engulo mnquba, sinesakhiwo esiphuma kuThixo, indlu yona emazulwini, engenakwenziwa ngazandla, engunaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Siyazi ke ukuba xa ithe yachithwa indlu yethu esemhlabeni, engulo mnquba, sinesakhiwo esiphuma kuThixo, yona emazulwini, yona engenakwenziwa ngazandla, engunaphakade.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Siyazi kaloku ukuba xa ithe yachithwa le ndlu yalapha emhlabeni, sinesakhiwo asilungiselele sona uThixo, esisezulwini, esiya kuhlala sihleli.