2 Corinthians 5:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KEKALOKU silwazi nje ulwoyikeko lwenkosi, siyacenga abantu: kodwa sibonakalisiwe kutixo; ewe ndiyatemba kanjalo ukuba sibonakalisiwe pakati kwezazeliso zenu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sikwazi njalo ke ukoyikeka kweNkosi, sizamela ukuba beyiseke abantu; sibonakalalisiwe ke kuThixo, ndiyathemba ke ukuba nakuzo izazela zenu sibonakalalisiwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Sikwazi njalo ke ukoyikeka kweNkosi, sizamela ukuba beyiseke abantu; sibonakalalisiwe ke kuThixo; ndiyathemba ke ukuba nakuzo izazela zenu sibonakalalisiwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenxa yokuba siyithobela iNkosi, sizama ukuzuza abantu. UThixo uyasiqonda ngokupheleleyo, ibe ke nani ndiyathemba ukuba nathi nisiqonda ngokupheleleyo.